Kulelo xesha lonyaka kwakhona apho iidayari zethu ziqalisa ukugcwala ziindibano kunye nemisitho yokuphela konyaka. Ukuba ukujongana nekhalenda yakho kukubangela ukuba uzive udinwa kukusoloko ukunye noluntu, zikho iingcebiso esinazo! Xa sichitha ixesha kunye, asipheleli nje ekuphumleni – sakha ubudlelane obuzisa ukuziva siyinxalenye kunye nengqiniseko yokuba asikho sodwa kule nto.
IVeki yeeLwimi yokuqala ngqa eSU, enezinto ezilungiselelwe bonke abasebenzi nabafundi
Kulo nyaka, okokuqala ngqa, iYunivesithi yaseStellenbosch (SU) ijoyina iVeki yeeLwimi yoManyano lweEUTOPIA ukususela ngomhla we4 ukuya kowe8 kweyoKwindla kowama2024 ukuze ibhiyozele iilwimi, inkcubeko nokwahlukahlukana.
Iminyaka engamashumi amabini yenkxaso kubabhali ukuze bavakale apho kufaneleke khona
Kulo Juni, iLebhu yokuFundisa ngendlela yokuBhala ekwiZiko leeLwimi eSU ibhiyozela iminyaka eyi 20 yasungulwa! iLebhu yokuBhala iyazingca ngobubele enabo, ukwamkela nendawo ekhuselekileyo apho abafundi nezifundiswa besoloko beziva bekhululekile ngokuxoxa ngemiba…
Read More Masenze iziqhakancu sibhiyozele umhla waMalungelo oLuntu
Ngomhla wama 23, uMphathiswa wezobuGcisa neNkcubeko uMnu Nathi Mthethwa wabhengeza ukuthiywa ngokutsha kwezixeko ezifana neBhayi (iGqeberha); iMaclear (iNqanqarhu) neKing Williams Town (iQonce). Uninzi lwabantu abangazamiyo nokubizela oonoqhakancu, phakathi kwabo kukho…
Read More