Masikhuthaze ukuxatyiswa kweelwimi ezahlukileyo
Minyaka le, ngomhla wama-21 kweyoMdumba, ihlabathi lonke ngokubanzi libhiyozela uSuku loLwimi lweeNkobe kwiHlabathi ngokubanzi. Ukusukela kuloo nyaka ke, amazwe ngamazwe ehlabathi, ingakumbi abathandi bolwimi, babhiyozela iilwimi zeenkobe ngendlela ngeendlela ezahlukileyo