Inyanga kaCanzibe iqatshelwa njengenyanga yobu-Afrika. Olona suku lobu-Afrika lubhiyozelwa ngomhla wama25 kuCanzibe ukukhumbula ukusekwa koMbutho woManyano lobuAfrika (Organisation of African Unity) ekungoku nje waziwa njengoMbutho wobuAfrika (African Union) ngomhla wama25 kuCanzibe ngo-1963…