Isenzo sokutolika intetho esuka kolunye ulwimi iye kolunye kwilizwekazi iAfrika, njengakuyo nayiphi na enye indawo, isusela kumawaka eminyaka eyadlulayo.
Kuluntu oluninzi lwase-Afrika, abasebenzi-ngeelwimi abaqeqeshiweyo okanye iimbongi …
Utoliko kwi-Woordfees
Ukuba iliso lakho besele lidibene nencwadana ye-Woordfees yalo nyaka – nje ngabalandeli be-Woordfees abaninzi – ungabe ubukhe wadibana nentengiso yeZiko leeLwimi kunye neengcebiso zokubuza indlela ngesiXhosa. Elo phepha liphela ngentetho…
Read More Indibaniso entle yamava kweyona yunivesithi indala kunazo zonke kwihlabathi
USanet de Jager, oyitoliki yeZiko lezeeLwimi, uye wathabatha inxaxheba kwiprowujekthi yeYunivesithi engokhenketho, ekunjongo yayo ikukuba abafundi nabasebenzi base-SU bathabathe inxaxheba kwiinkqubo ezingotshintshelwano kwinqanaba lehlabathi liphela. USanet uchithe iinyanga ezintathu kwiYunivesithi…
Read More