Masenze iziqhakancu sibhiyozele umhla waMalungelo oLuntu
Ngomhla wama 23, uMphathiswa wezobuGcisa neNkcubeko uMnu Nathi Mthethwa wabhengeza ukuthiywa ngokutsha kwezixeko ezifana neBhayi (iGqeberha); iMaclear (iNqanqarhu) neKing Williams Town (iQonce). Uninzi lwabantu abangazamiyo nokubizela oonoqhakancu, phakathi kwabo kukho…
Read More