Nangona kuncomeka nje ukuthi cwaka, maxawambi kungangonwabisi
Kwabaninzi ixesha lemibhiyozo yangeeholide zehlobo lihambisana kunye neentlangano zosapho. Kwangaxeshanye, kungumthetho ongabhalwanga ukuba uzakuphikisana nesalamane esingasondelanga kuwe okanye – okubi nangakumbi –nisuke nje niphelelwe zizinto eninokuzithetha. Kutsho kuthi cwaka kuphel’…
Read More